Izizwe ezimanyeneyo |
Izizw'ezimanyeneyo (UN)ngumbutho odibanisa oorhulumente ukuze basebenzisane. lo mbutho waasekwa ngomhla wama-24 kweyeDwarha ngo-1945 ngeenjongo zokokuba lo mbutho uzakuphakamisa
Izizwe ezimanyeneyo zijonge ukufikelela kwezi ngongoma zilandelayo:
Emva kwe
Mfazwe yesi-II kwiHlabathi, amazwe ngamazwe ehlabathi athi akha umbutho wo
buhlobo bamazwe. Lo mbutho waba yindawo apho onke amazwe ayenokuthetha kuvokotheke ngeeyantlukwano zawo zikwenza oko ngenzolo. kodwa nangona kunjalo amanye amazwe afana ne
ngexesha lale Mfazwe yesi-II, amatshantliziyo ombutho wobuhlobo ayesoloko ezibiza ngokuba angamazwe amanyeneyo (amanyene ukuze alwe nalawo aphikisana nawo nabizwa ngokuba zii-axis). emva kweMfazwe, iqela eliphumeleleyo lathi lenza umbutho omtsha liwenzela uxolo lwehlabathi.Ngomhla wama-25 kuTshazipuzi ka1945 baya e San Francisco,baza benza isigqibo ngegama elithi 'IZizwe eziManyeneyo'. IZizwe eziManyeneyo zathi zayilwa ngomhla wama-24 kweyeDwarha ngo-1945 yaza indibano yabo yokuqala yabanjwa kweyomQungu ngo-1946. Ukususela ngo-1947, umhla wama-24 kweyeDwarha ubusoloko ubizwa ngokuba ngu'Umhla weZizwe eziManyeneyo'.